Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Kasamweli 4:2 Ibhayibhile (XHO96)

AmaFilistiya akha uluhlu ukukhawulela amaSirayeli, kwahlanganwa, zanqoza, aswantsuliswa amaSirayeli ngamaFilistiya, kwawa amawaka amane amaSirayeli kwelo dabi.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 4

imbono 1 Kasamweli 4:2 kwimeko