Yamxelela loo ndoda uEli, yathi: “Ndibhungce edabini kwanamhlanje, ndaxhina okoko ukuza apha.”“Kwenzekeni, mfo wam?” kubuza uEli.