Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Kasamweli 30:8 Ibhayibhile (XHO96)

UDavide wabuza kuNdikhoyo wenjenje: “Ndibasukele na aba banqolobi? Ndobafumana na?”“Baleqe; uza kubafumana, ubakhulule abaya bathinjwa,” utshilo uNdikhoyo.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 30

imbono 1 Kasamweli 30:8 kwimeko