Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Kasamweli 29:6 Ibhayibhile (XHO96)

UAkishe ke wabiza uDavide, waza wathi kuye: “Davide, ndiyafunga, ekho nje uNdikhoyo, wena unyanisekile, ndaye bendingathandayo ukuba siye kunye kule mfazwe, kuba andifumananga sikhwasilima kuwe konke okoko wafikayo apha kum. Kambe ke abanye abaphathi àbakholwa bubukho bakho.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 29

imbono 1 Kasamweli 29:6 kwimeko