Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Kasamweli 28:20 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko nangoko wawa bhaxa emhlabeni uSawule, egubha ngenxa yamazwi kaSamweli. Wayeselephelelwe nangamandla, kuba wayengazange wasa nto emlonyeni imini nobusuku.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 28

imbono 1 Kasamweli 28:20 kwimeko