Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Kasamweli 28:2 Ibhayibhile (XHO96)

Uphendule wathi uDavide: “Uza kuzibonela ngokwakho, mhlekazi, oko angákwenzayo umkhonzi wakho.”Uphendule wathi ukumkani uAkishe: “Yiyo ke loo nto ndifuna ukuba ube ngumlindi wam osisigxina wena.”

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 28

imbono 1 Kasamweli 28:2 kwimeko