Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Kasamweli 27:3-5 Ibhayibhile (XHO96)

3. Bafumana indawo ke apho ooDavide namadoda akhe, bahlala neentsapho zabo kwelo zwe. UDavide wayehamba nabo abafazi bakhe uAhinowam waseYizereli kunye noAbhigeli umhlolokazi kaNabhali waseKarmele.

4. USawule akuva ukuba uDavide wasabela eGati, wanikezela, wayeka ukumzingela.

5. Wathi uDavide kuAkishe: “Ukuba uyakholwa ndim, ndinike idolophana kwezisemaphandleni, ndihlale kuyo. Akukho nto ithi mandihlale apha komkhulu kunye nawe, mhlekazi.”

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 27