USawule wathi kuDavide: “Wanga ungathamsanqeleka, nyana wam Davide. Uya kuya usomelela ngokomelela, ude ube ngotshatsheleyo.”Emva koko ke uDavide wahamba indlela yakhe, yena uSawule wagoduka.