Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Kasamweli 26:16 Ibhayibhile (XHO96)

Imbi le nto uyenzileyo, Abhinere! Ekho nje uNdikhoyo, ndithi nimelwe kukufa nonke, kuba noyisakele kukukhusela ukumkani wenu, umthanjiswa kaNdikhoyo! Khawukhangele: uphi umkhonto kakumkani? Iphi yona ingqayi yakhe, le ibisentla kwakhe?”

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 26

imbono 1 Kasamweli 26:16 kwimeko