Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Kasamweli 25:29 Ibhayibhile (XHO96)

Xa kukho bani ukuhlaselayo efuna ukukubulala, uNdikhoyo uThixo wakho wokukhusela, axel' indoda elinde indyebo yayo. Zona iintshaba zakho uNdikhoyo wozithi jwi-jwi okwamatye ajiwulwa *ngenkwitshi.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 25

imbono 1 Kasamweli 25:29 kwimeko