Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Kasamweli 24:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ukubuya kwakhe uSawule emfazweni, evela kulwa namaFilistiya, waxelelwa ukuba uDavide wayekwintlango yase-Engedi.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 24

imbono 1 Kasamweli 24:1 kwimeko