Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Kasamweli 23:4 Ibhayibhile (XHO96)

Emva koko ke uDavide wabuza kuNdikhoyo kwakhona ukuba angaya kuwahlasela na amaFilistiya. Waphendula wathi uNdikhoyo: “Wahlasele amaFilistiya eKehila, kuba ndiza kuwanikela ezandleni zakho.”

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 23

imbono 1 Kasamweli 23:4 kwimeko