Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Kasamweli 23:23 Ibhayibhile (XHO96)

Ziqapheleni kakuhle iindawo ahlala kuzo, nibuye nindazise ke. Emva koko ke ndiya kuhamba kunye nani. Ukuba uselapho ndiya kumkhangela kulo lonke, ndimfune ndide ndimfumane, nokuba kungade kufuneke ndityhutyha-tyhutyhe onke amawaka akwaJuda.”

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 23

imbono 1 Kasamweli 23:23 kwimeko