Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Kasamweli 23:11 Ibhayibhile (XHO96)

Ndixelele, mna sicaka sakho, ndiyakubongoza, ngaba angandinikezela kuSawule amadoda amakhulu alapha? Ngaba ngenene uSawule uza kuza njengoko amarhe esitsho?”UNdikhoyo waphendula wathi: “Uza kuza.”

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 23

imbono 1 Kasamweli 23:11 kwimeko