Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Kasamweli 20:27 Ibhayibhile (XHO96)

Ngengomso olandela itheko lokuthwasa kwenyanga ayibanga namntu kwakhona indawo kaDavide, waza uSawule wabuza kuJonatan wathi: “Kutheni engezanga esidlweni izolo nanamhla unyana kaJese?”

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 20

imbono 1 Kasamweli 20:27 kwimeko