Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Kasamweli 20:18 Ibhayibhile (XHO96)

Uqhube wathi uJonatan: “Ngomso sisidlo sokuthwasa kwenyanga, yaye kuza kubonakala ukuba akukho. Kaloku indawo yakho iya kuba ingenamntu.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 20

imbono 1 Kasamweli 20:18 kwimeko