Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Kasamweli 20:1 Ibhayibhile (XHO96)

Emva koko uDavide wasaba eNayoti eRama, wabalekela kuJonatan. Ufike wabuza wathi: “Ngaba yintoni le ndenze yona kukumkani? Ndenze tyala lini? Ndimone ngani na uyihlo le nto afun' ukundibulala?”

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 20

imbono 1 Kasamweli 20:1 kwimeko