Iyeza imihla endiza kuwashunqula amandla akho namandla endlu kayihlo, khon' ukuze ingabikho ingwevu kumlibo wenu.