Bobhanga kuthi tu abachas' uNdikhoyo;wozongom' emazulwini barhwaqele.Nguye olawula namaphethel' ehlabathi.Uya kumambesa ngamandla ukumkani,luphakame uphondo lomthanjiswa wakhe.”