Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Kasamweli 19:18 Ibhayibhile (XHO96)

UDavide wabalekela kuSamweli eRama, wamchazela ngazo zonke izinto uSawule amenze zona. Banduluka apho uSamweli kunye noDavide, baya kuhlala eNayoti.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 19

imbono 1 Kasamweli 19:18 kwimeko