Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Kasamweli 18:5 Ibhayibhile (XHO96)

UDavide wayephumelela kuyo yonke imicimbi athunywa yona nguSawule, waza ke uSawule wamnyusela wamenza umphathi emkhosini wakhe. Eso senzo sabakholisa bonke abantu kunye namagosa omkhosi kaSawule.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 18

imbono 1 Kasamweli 18:5 kwimeko