uphathele umphathi-butho nala maqebengwana alishumi etshizi, usivele ukuba basaphila na abantakwenu. Uze ube nento oza nayo, eyoba bubungqina bokuba basaphila.