Laxubayela, amabutho amaFilistiya aqokelelana eSoko, idolophu eyayikwaJuda. Ikampu yawo ayimisa kwindawo ekuthiwa yiEfese-damin, phakathi kweSoko neAzeka.