Ke uJese wathumela, waza waphuthunywa. Ebusweni ebekhangeleka esegazini, enamehlo abukhali, eyinzwana yomfo.UNdikhoyo ke wathi kuSamweli: “Nguye ke lowo, mthambise!”