Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Kasamweli 15:30 Ibhayibhile (XHO96)

Waphendula uSawule wathi: “Ewe kambe, ndonile. Kodwa ke wena bonakalisa imbeko kum phambi kwezithwala-ndwe zamajoni am nangaphambi kwamaSirayeli. Ndikhaphe ndiye kuqubuda kuNdikhoyo uThixo wakho.”

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 15

imbono 1 Kasamweli 15:30 kwimeko