Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Kasamweli 14:3 Ibhayibhile (XHO96)

*Isidanga sasiphathwa ngumbingeleli uAhiya unyana ka-Ahitubhi, umntakwabo-Ikabhodi, oonyana bakaPineyasi, abazukulwana bakaEli owayengumbingeleli *kaNdikhoyo eShilo. Akazanga akuqaphele ukumka kukaJonatan nkqu namadoda omkhosi kaSawule.

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 14

imbono 1 Kasamweli 14:3 kwimeko