Amadoda omkhosi kaSawule awayegade eGibheya kummandla wakwaBhenjamin, abona kuphithizela, amaFilistiya ethwangazela, ebaleka.