Baziveza ke kwikampana yamaFilistiya, aza wona akubabona athi: “Tyhini, nangaya amaSirayeli ephuma kulaa mihadi ebezimele kuyo!”