Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Kasamweli 10:19 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa ngoku nimfulathele uThixo wenu onihlangulayo kuzo zonke iinkxwaleko neenzingo, naza nathi: ‘Simisele ikumkani isilawule.’ Ngoko ke, dwelani apha phambi koNdikhoyo ngokwezizwe zenu neziduko zenu.”

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 10

imbono 1 Kasamweli 10:19 kwimeko