Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Kasamweli 1:9-10 Ibhayibhile (XHO96)

Ngamhla uthile, beseShilo apho, kwakuba kutyiwe kwaselwa, wasuka waphakama uHana, ebindekile, wazibika *kuNdikhoyo. Ngelo xesha umbingeleli uEli wayehleli esihlalweni sakhe ngasemnyango wendlu kaNdikhoyo. Ebuhlungu enjalo uHana, wathandaza,

funda isahluko epheleleyo 1 Kasamweli 1

imbono 1 Kasamweli 1:9-10 kwimeko