Athi kuye, Ewe, Nkosi, mna ndiyakholwa ukuba wena unguye uKristu,* uNyana kaThixo, lowo uzayo ehlabathini.