Akubon' ukuba uyazithetha ezi zinto kubo, nanko kusiza umphathi, waqubuda kuye, esithi, Intombi yam ibhubhé ngoku; yiza ubeke isandla sakho phezu kwayo, yophila.