Ngelo xesha uthi uYesu kubo, Nina nonke niya kukhubeka ngam ngobu busuku; kuba kubhaliwe kwathiwa,Ndiya kumbetha umalusi, zichithwachithwe izimvu zomhlambi.(UZek. 13:7)