Njengoko kubhaliweyo ebaprofetini, kwathiwa,Yabona, mna ndithuma umthunywa wam ngaphambi kobuso bakho,Oya kuyilungisa indlela yakho phambi kwakho.(UMal. 3:1)