54. Loo mhla wawungowokulungiselela, nesabatha ibisondele.
55. Ke kaloku nabafazi abalandeláyo, abeza naye bephuma kwelaseGalili, balikhangela ingcwaba, nokubekwa komzimba wakhe.
56. Babuya ke, balungisa ubulawu namafutha aqholiweyo.Bathi ngesabatha baphumla ngokomthetho.