Waza kwayena wabapha abanye ukuba babe ngabapostile,* abanye babe ngabaprofeti, abanye babe ngabashumayeli beendaba ezilungileyo, abanye babe ngabalúsi nabafundisi,