Kuba thina sakholwayo, siyangena ekuphumleni, ngokoko athe,Njengoko ndafungayo, ndinengqumbo, Ndathi, Unakanye ukuba bokha bangene ekuphumleni kwam!(INdum. 95:11)nakubeni imisebenzi yenziwayo kususela ekusekweni kwehlabathi.