Nangu wona umnqophiso, endiya kuwenza naboEmva kwaloo mihla, itsho iNkosi,Ndiya kuyibeka imithetho yam ezintliziyweni zabo,Ndiya kuyibhala ezingqondweni zabo, ubuya athi,