hleze ndithi, ndakufika kunjalo, andíthobe uThixo wam phakathi kwenu, ndize ndikhedame ngenxa yabaninzi ababesebonile, àbaguquka ekungcoleni, nasembulweni, naseburheletyweni ababenzáyo.