njengoko ke kubhaliweyo, kwathiwa,Izinto ezingabonwanga liso, nezingaviwanga ndlebe,Nezingathanga qatha entliziyweni yomntu,Zizo uThixo awazilungisela abo bamthandayo.(UIsaya 64:4)