Kanene aninazindlu na zokudlela nokusela? Okanye nidela ibandla likaThixo na, nibadanisa nje abangenanto? Ndíthini na kuni? Ndínidumise na kule nto? Andinidumisi.