6. neBhetelebhawoti, neSharuhen: imizi elishumi elinamithathu inemizana yayo;
7. iAyin, neRimon, ne-Etere, neAshan; imizi eminé inemizana yayo,
8. nemizana yonke ejikeleze loo mizi, kwesa eBhahalatibhere (yiRama yelasezantsi ke leyo). Lilo elo ilifa lesizwe soonyana bakaSimon ngokwemizalwane yabo.