48. Esezintabeni: yiShamire, neYatire, neSoko,
49. neDana, neKiriyati-sana (yiDebhiri ke leyo);
50. neAnabhi, ne-Eshtemo,
51. neAnim, neGoshen, neHolon, neGilo: imizi elishumi elinamnye, inemizana yayo.
52. IArabhi, neDuma, ne-Eshan,
53. neYanim, neBhete-tapuwa, neAfeka,
54. neHumta, neKiriyati ka-Arbha (yiHebron ke leyo); neTsihore: imizi esithoba inemizana yayo.
55. IMahon, iKarmele, neZifi, neYuta,
56. neYizereli, neYokedam, neZanowa;
57. iKayin, iGibheha, neTimna: imizi elishumi inemizana yayo.
58. IHalehule, iBhete-tsure, neGedore,
59. neMaharati, neBhete-anoti, ne-Elitekon: imizi emithandathu inemizana yayo.