33. Esihlanjeni: yiEshtawoli, neTsora,
34. neAshna, neZanowa, ne-En-ganim, iTapuwa,
35. ne-Enam; iYarmuti, neAdulam,
36. iSoko, neAzeka, neShaharim, neAditayim, neGedera, neGederotayim: imizi elishumi elinaminé inemizana yayo.
37. ITsenan, neHadasha, neMigedali yakwaGadi,
38. neDilan, neMizpa, neYoketeli;