Ndithé ndona, ndingákwenza ntoni na?Wena mlindi woluntu,Yini na ukuba undenze itekeni,*Ndibe ngumthwalo kum?