Uyobhi 23:4-6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75) Bendiya kulicacisa phambi kwakhe ityala lam,Ndiwuzalise umlomo wam ngeziganeko. Wóbambana nam ngamandla amakhulu