Kukangaphi na ke isibane sabangendawo sicinywa?Kubafikela ukusindeka kwabo?Ababele uThixo izintya ngomsindo wakhe?