Endiya kuzibonela mna ngokwam;Amehlo am ambone, ingabi wumbi.Ziyaphelelwa izintso zam ngaphakathi kwam.