Amasalela abantu abaseleyo phakathi komzi, amaphamba aphambeláyo kuye, kwanamasalela abantu abaseleyo, wabafudusela eBhabheli uNebhuzaradan umthetheli wabasiki;