Yabonani, ndichasene nani, bemi bentili, beliwa lehewu, utsho uYehova; nina bàthi, Ngubani na oya kuhla phezu kwethu? ngubani na oya kusingenela emakhaya?